IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 2:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Imihla ngemihla babesiya rhoqo etempileni ngamxhelo mnye,+ betyela emakhayeni abo, bephuphuma yimihlali+ nokunyaniseka kwentliziyo,

  • IZenzo 4:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Bakuba benze isikhungo, indawo leyo babehlanganisene ndawonye kuyo yagungqiswa;+ yaye bonke bazaliswa ngumoya oyingcwele+ kwaye babelithetha ngenkalipho+ ilizwi likaThixo.

  • IZenzo 18:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ke kaloku bakuhla uSilas+ noTimoti+ bevela eMakedoni, uPawulos waxineka lilizwi, enikela ubungqina kumaYuda bokungqina ukuba uYesu unguKRISTU.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share