-
IZenzo 28:23INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
23 Babekelana usuku kunye naye, yaye beza kuye bebaninzi kakhulu kwindawo awayehlala kuyo. Kwaye wabacacisela lo mbandela ngokunikela ubungqina obucokisekileyo ngokuphathelele ubukumkani bukaThixo+ nangokusebenzisa ukweyisela kubo ngokuphathelele uYesu esusela kokubini emthethweni kaMoses+ nakubaProfeti,+ ukususela kusasa kwada kwahlwa.
-