IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 34:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Waza uYoshuwa unyana kaNun wazala ngumoya wobulumko,+ ngokuba uMoses wayembeke isandla;+ bamphulaphula ke oonyana bakaSirayeli baza benza kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.+

  • IZenzo 8:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngoko bababeka izandla,+ baza bamkela umoya oyingcwele.

  • IZenzo 13:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Bandula ke bazila ukutya, bathandaza, bababeka izandla,+ baza babandulula.

  • IZenzo 14:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ngaphezu koko, babamisela amadoda amakhulu+ kwibandla ngalinye baza, ngokuthandaza nokuzila ukutya,+ bawanikela kuYehova+ awayengamakholwa kuye.

  • 1 Timoti 4:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Musa ukungasikhathaleli isiphiwo+ esikuwe owasinikwa ngoko kwakuxelwe kwangaphambili+ naxa iqumrhu lamadoda amakhulu lakubeka izandla.+

  • 1 Timoti 5:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Uze ungabeki nawuphi na umntu izandla+ ngokungxama;+ kanjalo ungabi nesabelo kwizono zabanye;+ zigcine unyulu.+

  • 2 Timoti 1:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ndiyakukhumbuza ke ukuba usikhwezele njengomlilo+ isiphiwo+ owasinikwa nguThixo ekukubekeni kwam izandla.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share