IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 11:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuya kuthi ngaloo mini+ kubekho ingcambu kaYese+ eya kuma njengomqondiso kwizizwana.+ Kwaneentlanga ziya kuphethukela kuyo zibuze,+ nendawo yayo yokuphumla imele ibe luzuko.+

  • IZenzo 17:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Enyanisweni, uThixo uye akawananza amaxesha okungazi okunjalo,+ kanti ngoku uxelela uluntu ukuba lufanele lonke kuyo yonk’ indawo luguquke.+

  • IZenzo 20:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kodwa ndanikela ubungqina+ ngokucokisekileyo kumaYuda nakumaGrike ngenguquko+ kuThixo nokholo kwiNkosi yethu uYesu.

  • Roma 10:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Akukho lucalucalulo phakathi komYuda nomGrike,+ kuba kukho iNkosi enye kubo bonke, esisityebi+ kubo bonke abo babiza kuyo.

  • Roma 15:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 nokuze iintlanga+ zimzukise uThixo ngenxa yenceba yakhe.+ Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Ngenxa yoko ndiya kukuvuma ekuhleni phakathi kweentlanga negama lakho ndiliculele uncuthu lwengoma.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share