Eksodus 16:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Bayidla oonyana bakaSirayeli imana iminyaka engamashumi amane+, bada bafika ezweni elimiweyo.+ Bayidla imana bada bafika emdeni welizwe lakwaKanan.+ Numeri 14:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngokwenani leentsuku enalihlola ngazo ilizwe, iintsuku ezingamashumi amane,+ usuku lube ngunyaka,+ niya kuphendula ngeziphoso zenu iminyaka engamashumi amane,+ ukuze nazi ukuba kuthetha ukuthini na ukwahlukaniswa kwam nani.+ Duteronomi 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba uYehova uThixo wakho ukusikelele kuzo zonke izenzo zesandla sakho.+ Uyakwazi ukuhamba kwakho utyhutyha le ntlango inkulu. Kule minyaka engamashumi amane+ uYehova uThixo wakho ebenawe. Akuswelanga nto.”’+
35 Bayidla oonyana bakaSirayeli imana iminyaka engamashumi amane+, bada bafika ezweni elimiweyo.+ Bayidla imana bada bafika emdeni welizwe lakwaKanan.+
34 Ngokwenani leentsuku enalihlola ngazo ilizwe, iintsuku ezingamashumi amane,+ usuku lube ngunyaka,+ niya kuphendula ngeziphoso zenu iminyaka engamashumi amane,+ ukuze nazi ukuba kuthetha ukuthini na ukwahlukaniswa kwam nani.+
7 Kuba uYehova uThixo wakho ukusikelele kuzo zonke izenzo zesandla sakho.+ Uyakwazi ukuhamba kwakho utyhutyha le ntlango inkulu. Kule minyaka engamashumi amane+ uYehova uThixo wakho ebenawe. Akuswelanga nto.”’+