-
1 Kumkani 20:39INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
39 Yaye kwathi xa ukumkani edlula, wadanduluka kukumkani wathi:+ “Umkhonzi wakho ubephumile waya phakathi edabini; yaye, khangela! nantso indoda ishiya idabi, yezisa indoda kum yaza yathi, ‘Linda le ndoda. Ukuba ikhe yalahleka, umphefumlo wakho+ uya kuthabatha indawo yomphefumlo wayo,+ okanye wokhupha umlinganiselo wetalente yesilivere.’+
-