IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 10:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yalusani ke ijwabi leentliziyo zenu+ ningabi sazenza zibe lukhuni iintamo zenu.+

  • Duteronomi 30:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Woyalusa intliziyo yakho+ uYehova uThixo wakho nentliziyo yenzala yakho,+ ukuze umthande uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke nangomphefumlo wakho wonke ngenxa yobomi bakho.+

  • Yeremiya 9:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 kuyo iYiputa+ noYuda+ noEdom+ noonyana baka-Amoni+ noMowabhi+ nabo bonke abo baneenwele ezinquthuliweyo ezintlafunweni abahlala entlango;+ kuba zonke iintlanga azalukanga, kwaye yonke indlu kaSirayeli ayalukanga entliziyweni.”+

  • IZenzo 7:51
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 51 “Bantundini baneenkani nabangalukileyo ngeentliziyo+ neendlebe, nisoloko niwuxhathisa umoya oyingcwele; kanye njengoko ookhokho benu benjenjalo, nani nenjenjalo.+

  • Roma 2:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Kodwa umYuda unguye ngaphakathi,+ nolwaluko lwakhe lolo lwentliziyo+ ngawo umoya, kungekhona ngengqokelela yemithetho ebhaliweyo.+ Indumiso+ yalowo ivela, kungekhona ebantwini, kodwa kuThixo.+

  • Kolose 2:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngolwalamano+ kunye naye niye naluswa+ ngolwaluko lukaKRISTU, ngokuhlutywa komzimba wenyama+ okungenziwanga ngazandla,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share