Numeri 21:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wayenza ke uMoses ngoko nangoko inyoka leyo yobhedu+ waza wayixhoma esibondeni njengomqondiso;+ yaye bekusithi akulunywa yinyoka umntu aze ondele+ kwinyoka leyo yobhedu, atsho aphile.+ Duteronomi 18:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ndiya kubavelisela umprofeti ophuma phakathi kwabazalwana babo, onjengawe;+ yaye eneneni ndiya kuwabeka amazwi am emlonyeni wakhe,+ aze ngokuqinisekileyo athethe kubo konke endiya kumyalela kona.+
9 Wayenza ke uMoses ngoko nangoko inyoka leyo yobhedu+ waza wayixhoma esibondeni njengomqondiso;+ yaye bekusithi akulunywa yinyoka umntu aze ondele+ kwinyoka leyo yobhedu, atsho aphile.+
18 Ndiya kubavelisela umprofeti ophuma phakathi kwabazalwana babo, onjengawe;+ yaye eneneni ndiya kuwabeka amazwi am emlonyeni wakhe,+ aze ngokuqinisekileyo athethe kubo konke endiya kumyalela kona.+