IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Galati 2:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 sisazi nje ukuba umntu uvakaliswa elilungisa,+ kungekhona ngenxa yemisebenzi yomthetho, kodwa kuphela ngokholo+ kuKristu Yesu, nathi siye sakholwa kuKristu Yesu, ukuze sivakaliswe singamalungisa ngenxa yokukholwa kuKristu,+ kungekhona ngenxa yemisebenzi yomthetho, kuba akukho nyama iya kuvakaliswa ililungisa ngenxa yemisebenzi yomthetho.+

  • Efese 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Hayi, akubanga ngenxa yemisebenzi,+ ukuze kungabikho mntu uba nasizathu sakuqhayisa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share