27 Ngoko ke, ukuziphatha kwenu makube kokuzifaneleyo+ iindaba ezilungileyo ezingoKRISTU, ukuze, enoba ndizile ukuza kunibona okanye andizanga, ndive ngokuphathelele nina, ukuba nimi niqinile moyeni mnye,+ nizama kunye ngamphefumlo mnye ngenxa yokholo kwiindaba ezilungileyo,