Roma 15:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa ngoku sele ndiza kuhamba ndiye eYerusalem ukuya kulungiselela kwabo bangcwele.+ 1 Korinte 16:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ke kaloku ngokuphathelele ukuqokelelela+ abo bangcwele,+ kanye njengoko ndawayalelayo amabandla aseGalati,+ yenzani ngaloo ndlela nani. 2 Korinte 9:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngokuphathelele ubulungiseleli+ babo bangcwele, ndingaba ndiyagqithisa ukuba ndiyanibhalela,
16 Ke kaloku ngokuphathelele ukuqokelelela+ abo bangcwele,+ kanye njengoko ndawayalelayo amabandla aseGalati,+ yenzani ngaloo ndlela nani.