IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Roma 15:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kuba abo baseMakedoni naseAkhaya+ baye bakholiswa kukwaba izinto zabo njengomnikelo+ kwabo bangcwele bangamahlwempu eYerusalem.

  • 1 Korinte 16:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ke kaloku ngokuphathelele ukuqokelelela+ abo bangcwele,+ kanye njengoko ndawayalelayo amabandla aseGalati,+ yenzani ngaloo ndlela nani.

  • 2 Korinte 8:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 baza ngokuzithandela kwabo basibongoza ngokubongoza okukhulu ukuba babe nelungelo lokunikela ngobubele nokuba babe nesabelo kubulungiseleli obumiselwe abo bangcwele.+

  • 2 Korinte 9:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 ngenxa yokuba ubulungiseleli bale nkonzo kawonke-wonke abuboneleli kuphela ngokuyintabalala iintswelo zabo bangcwele+ kodwa butyebe ngeembonakaliso ezininzi zombulelo kuThixo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share