IZenzo 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kodwa iNkosi yathi kuye: “Yiya, ngenxa yokuba lo mntu usisitya esinyuliweyo+ kum sokuthwala igama lam ezintlangeni+ nakookumkani+ noonyana bakaSirayeli. IZenzo 26:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Noko ke, phakama ume ngeenyawo.+ Ndibonakele kuwe ngenxa yoku, ukuze ndikunyule njengomlindi nengqina+ lezinto ozibonileyo nezinto endiya kukubonisa zona ngam; Galati 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 kuba andizamkelanga mntwini, kwaye andizifundiswanga, kunoko ndazityhilelwa nguYesu Kristu.+
15 Kodwa iNkosi yathi kuye: “Yiya, ngenxa yokuba lo mntu usisitya esinyuliweyo+ kum sokuthwala igama lam ezintlangeni+ nakookumkani+ noonyana bakaSirayeli.
16 Noko ke, phakama ume ngeenyawo.+ Ndibonakele kuwe ngenxa yoku, ukuze ndikunyule njengomlindi nengqina+ lezinto ozibonileyo nezinto endiya kukubonisa zona ngam;