IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 10:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Laza ilizwi lathetha naye kwakhona, isihlandlo sesibini lisithi: “Musa ukuzibiza ngokuba ziyinqambi+ izinto uThixo aye wazihlambulula.”

  • IZenzo 10:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 Ngako oko uPetros wawuvula umlomo wakhe waza wathi: “Ngokuqinisekileyo ndiyaqonda ukuba uThixo akakhethi buso,+

  • Galati 3:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Akukho mYuda namGrike,+ akukho khoboka nokhululekileyo,+ akukho ndoda nabhinqa;+ kuba nonke ningumntu omnye ngokumanyene noKristu Yesu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share