IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 4:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Noko ke, uZerubhabheli noYeshuwa+ nezinye iintloko+ zezindlu zooyise bakwaSirayeli bathi kuzo: “Aninanto yakwenza nathi ekwakheni indlu yoThixo wethu,+ kuba siya kumakhela ngokwethu uYehova uTHIXO kaSirayeli, kanye njengoko uKumkani uKoreshi+ ukumkani wasePersi esiyalele.”

  • Ezra 5:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Kungoko awathi uZerubhabheli+ unyana kaShelatiyeli+ noYeshuwa+ unyana kaYehotsadaki basuka ukuze baqalise ukuyakha kwakhona indlu kaThixo, eyayiseYerusalem; yaye kwakukho abaprofeti bakaThixo+ ababekunye nabo bebanceda.

  • Isaya 32:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Khangela! Ukumkani+ uya kulawula ngobulungisa;+ zona iinkosana,+ ziya kulawula njengeenkosana zokusesikweni.

  • Isaya 51:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kwaye ndiya kuwabeka amazwi am emlonyeni wakho,+ ndikugubungele ngokuqinisekileyo ngesithunzi sesandla sam,+ ukuze ndityale amazulu+ ndize ndibeke isiseko somhlaba+ nakwiZiyon ndithi, ‘Ningabantu bam.’+

  • Luka 12:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 “Musani ukoyika,+ mhlambi mncinane,+ ngenxa yokuba kukholekile kuYihlo ukuninika ubukumkani.+

  • Roma 8:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Kuba indalo yalulanyiselwa kokuphuthileyo,+ kungengakuthanda kwayo kodwa ngalowo wayilulamisayo, ngethemba+

  • ISityhilelo 14:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yaye khangela! ndabona iMvana+ imi phezu kweNtaba yeZiyon,+ kumi nayo ikhulu elinamashumi amane anesine lamawaka+ linalo igama layo negama loYise+ libhaliwe emabunzini alo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share