IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 30:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Kuba iTofete yakhe+ imiswe ngolungelelwano ukususela kumaxesha akutshanje; ilungiselelwe ukumkani ngokwakhe.+ Uyenze yanzulu imfumba yayo. Kukho umlilo neenkuni ezininzi. Impefumlo kaYehova, njengomsinga wesalfure, iyayitshisa.+

  • Mateyu 10:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Kwaye ningaboyiki+ abo babulala umzimba kodwa bengenako ukubulala umphefumlo; kodwa kunoko yoyikani lowo+ unako ukutshabalalisa kokubini umphefumlo nomzimba eGehena.+

  • ISityhilelo 19:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Laza irhamncwa+ labanjwa, kunye nalo kwabanjwa umprofeti+ wobuxoki owayesenza phambi kwalo imiqondiso+ awathi ngayo walahlekisa abo bamkela uphawu+ lwerhamncwa nabo banqula umfanekiso+ walo. Bobabini baphoswa bephila edikeni lomlilo elivutha isalfure.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share