ISityhilelo 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ‘Ndiyazazi izenzo zakho,+ nokusebenza nonyamezelo lwakho, nokuba akunako ukubathwala abantu ababi, nokuba wabavavanya+ abo bathi bangabapostile,+ kodwa bengengabo, waza wabafumana bengamaxoki.
2 ‘Ndiyazazi izenzo zakho,+ nokusebenza nonyamezelo lwakho, nokuba akunako ukubathwala abantu ababi, nokuba wabavavanya+ abo bathi bangabapostile,+ kodwa bengengabo, waza wabafumana bengamaxoki.