IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 9:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kuphela yinyama enomphefumlo wayo+—igazi layo+—eningamele niyidle.+

  • Eksodus 7:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Wathi uYehova kuMoses: “Yithi kuAron, ‘Thabatha intonga yakho uze wolule isandla sakho+ phezu kwamanzi aseYiputa, phezu kwemilambo yabo, phezu kwemijelo yabo yomNayile naphezu kwamachibi abo aneengcongolo+ naphezu kwawo onke amaqula abo amanzi, ukuze abe ligazi.’ Ngokuqinisekileyo kuya kuba ligazi nje ezweni lonke laseYiputa, nasemiphandeni yomthi kwanasemiphandeni yamatye.”

  • IZenzo 15:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 kodwa babhalelwe ukuba bakhwebuke kwizinto ezingcoliswe zizithixo+ nakuhenyuzo+ nakwinto ekrwitshiweyo+ nasegazini.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share