Duteronomi 3:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 ‘Yehova Nkosi enguMongami, uqalile ukusibonisa isicaka sakho ubukhulu bakho nengalo yakho enamandla,+ kuba nguwuphi uthixo emazulwini okanye osemhlabeni owenza imisebenzi emikhulu kangaka njengawe?+ 1 Kronike 29:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Owu Yehova, bobakho ubukhulu,+ amandla,+ ubuhle, ukubalasela nobungangamsha,*+ kuba yonke into esemazulwini nesemhlabeni yeyakho.+ Yehova, bobakho ubukumkani.+ Wena uyaziphakamisa njengentloko yezinto zonke. ISityhilelo 15:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Babecula ingoma kaMoses+ ikhoboka likaThixo, nengoma yeMvana,*+ besithi: “Mikhulu kwaye iyamangalisa imisebenzi yakho+ Yehova* Thixo Somandla.+ Iindlela zakho zezobulungisa+ yaye ziyinyaniso, Kumkani kanaphakade.+
24 ‘Yehova Nkosi enguMongami, uqalile ukusibonisa isicaka sakho ubukhulu bakho nengalo yakho enamandla,+ kuba nguwuphi uthixo emazulwini okanye osemhlabeni owenza imisebenzi emikhulu kangaka njengawe?+
11 Owu Yehova, bobakho ubukhulu,+ amandla,+ ubuhle, ukubalasela nobungangamsha,*+ kuba yonke into esemazulwini nesemhlabeni yeyakho.+ Yehova, bobakho ubukumkani.+ Wena uyaziphakamisa njengentloko yezinto zonke.
3 Babecula ingoma kaMoses+ ikhoboka likaThixo, nengoma yeMvana,*+ besithi: “Mikhulu kwaye iyamangalisa imisebenzi yakho+ Yehova* Thixo Somandla.+ Iindlela zakho zezobulungisa+ yaye ziyinyaniso, Kumkani kanaphakade.+