IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 20:19
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 19 Umntu onolwimi udiza amahlebo;+

      Sukuhlala nomntu okuthandayo ukuhleba.

  • Yohane 8:44
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 44 Utata wenu nguMtyholi, ibe nithanda ukwenza izinto ezithandwa nguye.+ Yena wayengumbulali kwasekuqaleni,+ ibe wayilahla inyani, kuba akananyani. Eyona nto ayaziyo kukuthetha ubuxoki, kuba ulixoki, ibe ubuxoki beza ngaye.+

  • Kolose 3:9
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 9 Sanukuxokisana.+ Bukhululeni ubuntu obudala,+ niziyeke izinto enanizenza,

  • ISityhilelo 21:8
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 8 Kodwa ke wona amagwala, abantu abangenalukholo,+ abantu abenyanyekayo ngenxa yezinto zabo ezinyhukunyhuku, ababulali,+ abantu abaziphatha kakubi ngesondo,*+ abantu abasebenzelana nemimoya, abanquli-zithixo nawo onke amaxoki,+ baza kuphelela kwichibi elivutha umlilo nesalfure.+ Loo nto ithetha ukufa kwesibini.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share