Roma 10:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Kuba uMthetho wayeka ukusebenza xa uKristu wafayo,+ ukuze wonke umntu onokholo abe lilungisa.+ Efese 2:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Ngomzimba* wakhe uye wabuphelisa obo butshaba, waphelisa nencwadi yoMthetho kaMoses, ukuze la maqela mabini amanyane naye, abe ngumntu omnye omtsha,+ aze adale uxolo, Kolose 2:13, 14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ngaphezu koko, nangona nanifile ngenxa yezono zenu yaye ningolukanga, uThixo wanenza naphila kunye noKristu.+ Wazixolela ngobubele zonke izono zethu+ 14 waza wawucima uMthetho owawubhaliwe+ uchasene nathi.+ Wawuphelisa ngokuwubethelela kwisibonda sokungcungcutheka.+
15 Ngomzimba* wakhe uye wabuphelisa obo butshaba, waphelisa nencwadi yoMthetho kaMoses, ukuze la maqela mabini amanyane naye, abe ngumntu omnye omtsha,+ aze adale uxolo,
13 Ngaphezu koko, nangona nanifile ngenxa yezono zenu yaye ningolukanga, uThixo wanenza naphila kunye noKristu.+ Wazixolela ngobubele zonke izono zethu+ 14 waza wawucima uMthetho owawubhaliwe+ uchasene nathi.+ Wawuphelisa ngokuwubethelela kwisibonda sokungcungcutheka.+