IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ISityhilelo 20:6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 6 Bayavuya yaye bangcwele abantu abaza kufumana uvuko lokuqala.+ Ukufa kwesibini+ akunagunya kubo,+ kodwa baza kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKristu, babe ngookumkani kunye naye iminyaka eyi-1 000.+

  • ISityhilelo 20:14
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 14 Kwaza ukufa nengcwaba* kwaphoswa echibini lomlilo.+ Eli chibi lomlilo+ lithetha ukufa kwesibini.+

  • ISityhilelo 21:8
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 8 Kodwa ke wona amagwala, abantu abangenalukholo,+ abantu abenyanyekayo ngenxa yezinto zabo ezinyhukunyhuku, ababulali,+ abantu abaziphatha kakubi ngesondo,*+ abantu abasebenzelana nemimoya, abanquli-zithixo nawo onke amaxoki,+ baza kuphelela kwichibi elivutha umlilo nesalfure.+ Loo nto ithetha ukufa kwesibini.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share