DUTERONOMI
IZINTO EKUTHETHWA NGAZO
1
Kuyemkiwa kwiNtaba iHorebhe (1-8)
Kukhethwa iinkokheli neejaji (9-18)
Ukungathobeli eKadeshe-bharneya (19-46)
2
3
Ukoyiswa kukaKumkani uOgi waseBhashan (1-7)
Ukohlulwa komhlaba ongasempuma kweYordan (8-20)
UYoshuwa kuthiwa makangoyiki (21, 22)
UMoses akazukungena elizweni (23-29)
4
AmaSirayeli kuthiwa mawathobele (1-14)
UYehova ufuna umntu azinikele ngokupheleleyo kuye (15-31)
Akekho omnye uThixo ngaphandle kukaYehova (32-40)
Izixeko zokubalekela ezingasempuma kweYordan (41-43)
AmaSirayeli anikwa uMthetho (44-49)
5
Isivumelwano sikaYehova eHorebhe (1-5)
Kuphinda kuchazwe iMithetho Elishumi (6-22)
Abantu bayoyika kwiNtaba YeSinayi (23-33)
6
Thanda uYehova uThixo wakho ngentliziyo yakho yonke (1-9)
Ungamlibali uYehova (10-15)
Ningamlingi uYehova (16-19)
Xelela isizukulwana esilandelayo (20-25)
7
Kuza kutshatyalaliswa iintlanga ezisixhenxe (1-6)
Ukukhethwa kwamaSirayeli (7-11)
Baza kufumana iintsikelelo ukuba bayathobela (12-26)
8
9
10
11
Nibubonile ubukhulu bakhe (1-7)
ILizwe Lesithembiso (8-12)
Izinto eziza kufunyanwa ngokuthobela (13-17)
Amazwi kaThixo makabethelelwe ezintliziyweni (18-25)
“Intsikelelo nesiqalekiso” (26-32)
12
Mkhonzeni uThixo kwindawo ayikhethileyo (1-14)
Ingatyiwa inyama kodwa igazi malingatyiwa (15-28)
Ningakhonzi abanye oothixo (29-32)
13
14
Iindlela ezingafanelekanga zokuzila (1, 2)
Ukutya okucocekileyo nokungacocekanga (3-21)
Isishumi esinikelwa kuYehova (22-29)
15
Qho ngonyaka wesixhenxe, amatyala ayacinywa (1-6)
Ukunceda amahlwempu (7-11)
Ukukhululwa kwamakhoboka qho ngonyaka wesixhenxe (12-18)
Kunikelwa ngamazibulo ezilwanyana (19-23)
16
17
Iminikelo mayingabi nasiphene (1)
Izinto ezenziwayo ngenxa yowexuko (2-7)
Ukugweba amatyala anzima (8-13)
Xa nikhetha ukumkani kwixesha elizayo (14-20)
18
Izinto eziza kunikwa ababingeleli nabaLevi (1-8)
Ubugqwirha abuvumelekanga (9-14)
Umprofeti ofana noMoses (15-19)
Indlela yokubona umprofeti wobuxoki (20-22)
19
Ukuba netyala legazi nezixeko zokubalekela (1-13)
Mayingabhekeliswa imida (14)
Amangqina enkundleni (15-21)
20
21
Amatyala okubulala angekachotshelwa (1-9)
Ukutshata abafazi abathinjiweyo (10-14)
izinto ezimele zifunyanwe lizibulo (15-17)
Unyana onenkani (18-21)
Uqalekisiwe umntu oxhonywa esibondeni (22, 23)
22
Ukukhathalela izilwanyana zommelwane (1-4)
Ukunxiba iimpahla zomntu wesini esahlukileyo kwesakho (5)
Ukuphatha izilwanyana kakuhle (6, 7)
Ukwakha udonga olunyukileyo eluphahleni (8)
Izinto ezingenakudityaniswa (9-11)
Imisonto edityanisiweyo empahleni (12)
Imithetho ngokwabelana ngesondo (13-30)
23
Abantu abangamele babe kwibandla likaThixo (1-8)
Ukucoceka kwenkampu (9-14)
Ikhoboka elibalekileyo (15, 16)
Ukuthengisa ngomzimba akuvumelekanga (17, 18)
Inzala nezifungo (19-23)
Izinto ezinokutyiwa ngumntu odlulayo (24, 25)
24
Umtshato noqhawulo-mtshato (1-5)
Ukuhlonipha ubomi (6-9)
Ukukhathalela amahlwempu (10-18)
Umthetho ngokuchola-chola entsimini (19-22)
25
Umthetho ngokubethwa imivumbo (1-3)
Ungayivali umlomo ngesicheme inkunzi yenkomo xa ibhula (4)
Umtshato womntakwabendoda eswelekileyo (5-10)
Ukubamba iindawo ezingamele zibanjwe xa kusiliwa (11, 12)
Izikali ezichanileyo (13-16)
Ama-Amaleki amele atshatyalaliswe (17-19)
26
Ukunikela ngezivuno zokuqala (1-11)
Isishumi sesibini (12-15)
AmaSirayeli, abantu abakhethileyo uYehova (16-19)
27
UMthetho kufuneka ubhalwe ematyeni (1-10)
ENtabeni Ye-Ebhali naseNtabeni YeGerizim (11-14)
Kuchazwa iziqalekiso (15-26)
28
29
30
Ukubuyela kuYehova (1-10)
Imiyalelo kaYehova ayikho nzima (11-14)
Ukukhetha phakathi kobomi nokufa (15-20)
31
UMoses seza kufa (1-8)
Ukufundwa koMthetho phambi kwamaSirayeli (9-13)
UYoshuwa uyabekwa abe yinkokheli (14, 15)
AmaSirayeli axelelwa kwangaphambili ngokulahla uThixo (16-30)
32
33
34