Iziqulatho
Disemba 15, 2010
Uhlelo Lokufundisa
AMANQAKU AZA KUFUNDWA NGEVEKI KA:
Januwari 31, 2011–Februwari 6, 2011
Yiba Nenzondelelo Ngonqulo Lokwenene
IPHEPHA 7
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 101, 97
Februwari 7-13, 2011
“Lingoku Elona Xesha Lamkelekileyo”
IPHEPHA 11
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 96, 98
Februwari 14-20, 2011
Zuza Iintsikelelo NgoKumkani Okhokelwa Ngumoya KaThixo!
IPHEPHA 16
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 99, 109
Februwari 21-27, 2011
IPHEPHA 20
IINGOMA EMAZISETYENZISWE: 75, 116
Injongo Yamanqaku Aza Kufundwa
AMANQAKU AZA KUFUNDWA 1, 2 IPHEPHA 7-15
Kula manqaku siza kufunda ngendlela uYesu awabonakalisa ngayo inzondelelo yokwenene, esimisela umzekelo esifanele siwuxelise. Kodwa kutheni kubalulekile ngoku ukuba sibe nenzondelelo kubulungiseleli? Kutheni ngoku ilelona xesha lamkelekileyo?
INQAKU ELIZA KUFUNDWA 3 IPHEPHA 16-20
Siphila kwixesha lokusilela kolawulo lwabantu. Eli nqaku liza kusinceda sibone isizathu sokuba uYehova akhethe uYesu Kristu ukuba ibe nguye olawula abantu nendlela esiya kusikelelwa ngayo xa sizithoba kuKristu.
INQAKU ELIZA KUFUNDWA 4 IPHEPHA 20-24
Kutheni kuyinto exhaswa ziZibhalo nefanelekileyo ukuba umculo ube nendima ebalulekileyo kunqulo lwethu? Eli nqaku liza kuphendula lo mbuzo lize lisincede sibone indlela esinokubonisa ngayo uxabiso ngomculo.
KWAKULE NKUPHO:
Unokuphendula Athini Umntwana Wakho? 3
Ungaqalisa Ukumkhonza UThixo Enoba Umdala Kangakanani 25
Ndiyibonile Indlela Enamandla Ngayo Inyaniso YeBhayibhile 26
Isalathiso Semibandela YeMboniselo Yowama-2010 32