IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • w12 12/15 iphe. 1-2
  • Iziqulatho

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iziqulatho
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2012
  • Imixholwana
  • AMANQAKU AZA KUFUNDWA NGEVEKI
  • INJONGO YAMANQAKU AZA KUFUNDWA
  • KWAKULE NKUPHO
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2012
w12 12/15 iphe. 1-2

Iziqulatho

Disemba 15, 2012

© 2012 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania. All rights reserved.

Uhlelo Lokufundisa

AMANQAKU AZA KUFUNDWA NGEVEKI

KAJANUWARI 28, 2013–FEBRUWARI 3, 2013

Phumelela Ngokwenene Ebomini

IPHEPHA 4 • IINGOMA: 115, 45

KAFEBRUWARI 4-10, 2013

Uligosa Elithenjiweyo!

IPHEPHA 9 • IINGOMA: 62, 125

KAFEBRUWARI 11-17, 2013

Ukulondoloza Indlela Esiziphatha Ngayo ‘Njengabemi Bokwexeshana’

IPHEPHA 19 • IINGOMA: 107, 40

KAFEBRUWARI 18-24, 2013

‘Abemi Bokwexeshana’ Banqula Kunye Ngomanyano

IPHEPHA 24 • IINGOMA: 124, 121

INJONGO YAMANQAKU AZA KUFUNDWA

AMANQAKU AZA KUFUNDWA 1, 2 IPHEPHA 4-13

Unjani umntu ophumelele ngokwenene ebomini? La manqaku abonisa ukuba eyona mpumelelo asiyiyo le yehlabathi. Kanti siza kuva ukuba ukuze siphumelele ngokwenene simele sihlale sithembekile kuThixo size siphumeze iimbopheleleko asinike zona.

AMANQAKU AZA KUFUNDWA 3, 4 IPHEPHA 19-28

AmaKristu athanjisiweyo kwakunye namaqabane awo ‘ezinye izimvu’ ngandlel’ ithile angabo njani ‘abemi bokwexeshana’? (Yoh. 10:16; 1 Pet. 2:11) La manqaku aza kusiphendula aze asomeleze njengoko sizimisele ukuqhubeka singabo, yaye aya kusinceda sishumayele ngomanyano njengenxalenye yabazalwana abasehlabathini lonke.

KWAKULE NKUPHO

3 Kulumkele Ukusebenzisa IBhayibhile Njengekhubalo

14 Imibuzo Evela Kubafundi

18 Ngaba Uyakhumbula?

29 Kutheni Kukho —IMboniselo Eyenziwe Lula?

32 Isalathiso Semibandela SeMboniselo Sowama-2012

NGAPHANDLE: KuMzantsi Korea kukho amaNgqina angaphezu kwe-100 000. Uninzi lwawo luvalelwe ezintolongweni ngenxa yokuba lungafuni ukuthatha izixhobo luye kulwa iimfazwe. Nakuba elapho azama ukunikela ubungqina ngokubhala iileta.

UMZANTSI KOREA

ABEMI

48 184 000

ABAVAKALISI

100 059

ABAZALWANA ABEBESENTOLONGWENI KUNYAKA ODLULEYO

731

IIYURE EZICHITHWE ENTSIMINI NGENYANGA

9 000

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share