Ucwangciso Lweveki Ka-Aprili 4
IVEKI EQALA NGOAPRILI 4
Ingoma 116 Nomthandazo
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
bt isahlu. 2 ¶1-7, ibhokisi ekwiphe. 13 (25 imiz.)
□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: Yobhi 16-20 (10 imiz.)
No. 1: Yobhi 18:1-21 (4 imiz. okanye ngaphantsi)
No. 2: Ngaba UYesu Unomzimba Wakhe Wenyama Ezulwini?—rs iphe. 403 ¶3-5- 404 ¶1(5 imiz.)
No. 3: Isizathu Sokuba Abalawuli Bencoma AmaNgqina KaYehova—Rom. 13:3 (5 imiz.)
□ INtlanganiso Yenkonzo:
5 imiz: Izaziso.
15 imiz: Yisebenzise Ngokuyingenelo INcwadi Yonyaka Yowama-2011. Ingxubusho. Xubusha “Ileta Evela KwiQumrhu Elilawulayo.” Cela abathile kusengaphambili ukuba babalise amava aakhuthazayo akwiNcwadi Yonyaka. Cela abaphulaphuli bagqabaze ngeembalasane ezikwingxelo yehlabathi lonke. Qukumbela ngokukhuthaza bonke ukuba bayifunde yonke iNcwadi Yonyaka.
15 imiz: Iimfuno zasekuhlaleni.
Ingoma 103 Nomthandazo