Ucwangciso Lweveki KaDisemba 19
IVEKI EQALA NGODISEMBA 19
Ingoma 125 Nomthandazo
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
bt isahlu. 14 ¶6-10, ibhokisi ekwiphe. 110 (25 imiz.)
□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: Isaya 11-16 (10 imiz.)
No. 1: Isaya 13:1-16 (4 imiz. okanye ngaphantsi)
No. 2: Isizathu Sokuba Sihamba Ngokholo Kungekhona Ngokubona—2 Kor. 5:7 (5 imiz.)
No. 3: Ukuba Ubani Uthi: “Iimeko Azimbi Kangako Namhla; Bekusoloko Kukho Iimfazwe,Iindlala, Iinyikima Zomhlaba Nolwaphulo-mthetho”—rs iphe. 143 ¶2-5 (5 imiz.)
□ INtlanganiso Yenkonzo:
10 imiz: Izaziso. Chaza uncwadi oluza kuhanjiswa ngoJanuwari, uze wenze umboniso omnye.
15 imiz: Shumayela Ngexesha Lenkathazo. (2 Tim. 4:2) Ingxubusho esekelwe kwiNcwadi Yonyaka Yowama-2011, iphepha 121 ukusa kwiphepha 122, isiqendu 4, kunye nephepha 226. Cela abaphulaphuli bagqabaze ngezinto abaye bazifunda.
10 imiz: Ibhokisi Yemibuzo. Ingxubusho ngumveleli wenkonzo.
Ingoma 92 Nomthandazo