IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 3/12 iphe. 3
  • Ucwangciso Lweveki KaMatshi 26

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ucwangciso Lweveki KaMatshi 26
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2012
  • Imixholwana
  • IVEKI EQALA NGOMATSHI 26
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2012
km 3/12 iphe. 3

Ucwangciso Lweveki KaMatshi 26

IVEKI EQALA NGOMATSHI 26

Ingoma 92 Nomthandazo

□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:

bt isahl. 18 ¶12-18 (25 imiz.)

□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:

Ufundo lweBhayibhile: Yeremiya 12-16 (10 imiz.)

No. 1: Yeremiya 13:1-14 (4 imiz. okanye ngaphantsi)

No. 2: Ngoobani Abafanele Bathabathe KwiSidlo SeNkosi Sangokuhlwa?—rs iphe. 331 ¶2–3 (5 imiz.)

No. 3: ISikhumbuzo Simele Senziwe Ngokufuthi Kangakanani, Ibe Nini?—rs iphe. 332 ¶1-2 (5 imiz.)

□ INtlanganiso Yenkonzo:

Ingoma 124

5 imiz: Izaziso. Chazela ibandla ukuba mingaphi imimandla ekusafuneka ifikelelwe ukuze kusasazwe izimemo zeSikhumbuzo kuyo.

10 imiz: Musani Ukulibala Ukubuk’ Indwendwe. (Heb. 13:1, 2) Intetho enikelwa ngumdala. Chaza amalungiselelo enziweyo eSikhumbuzo. Cebisa ngeendlela zokwamkela iindwendwe nabavakalisi abapholileyo abaya kuba bekho eSikhumbuzweni. Yiba nomboniso onenxalenye ezimbini. Qala ngokubonisa umvakalisi ngaphambi kokuba kuqalise ucwangciso esamkela umntu oye wafumana isimemo. Emva koko bonisa kwaloo mvakalisi esenza amalungiselelo okuba baphinde badibane ukuze abuyele kuloo mntu unomdla.

20 imiz: “The Wonders of Creation Reveal God’s Glory.” Imibuzo neempendulo. Sebenzisa isiqendu sokuqala nesokugqibela njengentshayelelo nomqukumbelo. Cela abaphulaphuli ukuba bagqabaze ngendlela le vidiyo eye yabanceda ngayo. Xubusha indlela enokusetyenziswa ngayo le vidiyo entsimini.

Ingoma 110 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share