Ucwangciso Lweveki KaAprili 2
IVEKI EQALA NGOAPRILI 2
Ingoma 8 Nomthandazo
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
bt isahlu. 18 ¶19-24 (25 imiz.)
□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: Yeremiya 17-21 (10 imiz.)
No. 1: Yeremiya 21:1-10 (4 imiz. okanye ngaphantsi)
No. 2: Yintoni Engqinwe Lulawulo LukaSathana? (5 imiz.)
No. 3: Yintoni Enokunceda Ukuphucula Umtshato?—rs iphe. 362 ¶1-4 (5 imiz.)
□ INtlanganiso Yenkonzo:
10 imiz: Izaziso. Usebenzisa iintshayelelo ezikweli phepha, bonisa indlela yokuqalisa isifundo kuMgqibelo wokuqala ka-Aprili.
15 imiz: Imfuno Zebandla.
10 imiz: Amacebiso Okuhambisa Amaphephancwadi NgoAprili. Ingxubusho. Kangangomzuzu omnye okanye emibini, yithi gqabagqaba ngezinto ezinokubangela umdla kwintsimi yenu. Emva koko, usebenzisa iMboniselo cela abaphulaphuli bachaze umbuzo nesibhalo abanokusisebenzisa xa beyihambisa. Yenza okufanayo nangenqaku eliphambili kuVukani! yaye ukuba ixesha lisekho unokukhetha naliphi na elinye inqaku kula maphephancwadi. Yenza umboniso wendlela yokuhambisa iphephancwadi ngalinye.
Ingoma 99 Nomthandazo