Ucwangciso Lweveki KaDisemba 17
IVEKI EQALA NGODISEMBA 17
Ingoma 97 Nomthandazo
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
jr isahl. 2 ¶20-27, ibhokisi ekwiphe. 29 (30 imiz.)
□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: Zekariya 1-8 (10 imiz.)
No. 1: Zekariya 8:1-13 (4 imiz. okanye ngaphantsi)
No. 2: Indlela Esibonisa Ngayo Ukuba UYehova UyiNkosi Engumongami Yethu—Nd. 73:28 (5 imiz.)
No. 3: Kutheni Le Nto Kububungqina Bokucinga Kakuhle Ukufundisisa Iimfundiso ZikaYesu Kristu Kunokufundisisa Intanda-bulumko Yabantu?—rs iphe. 265 ¶1–iphe. 266¶1 (5 imiz.)
□ INtlanganiso Yenkonzo:
5 imiz: “Iintshayelelo Onokuzisebenzisa Xa Uhambisa Amaphephancwadi ngo . . .” Ingxubusho.
10 imiz: Isigidimi Esimele Sisivakalise—“Yoyika UThixo Oyinyaniso Uze Ugcine Imiyalelo Yakhe.” Intetho enikelwa ngehlombe esekelwe kwincwadi yeSikolo sobulungiseleli, iphepha 272 ukusa kumxholwana okwiphepha 275.
15 imiz: Ngaba Ukhe Wawazama? Ingxubusho. Kule ntetho, xubusha inkcazelo ekula manqaku alandelayo oBulungiseleli Bethu Bobukumkani: “Shumayela Kwintsimi Yamashishini Ngaphandle Koloyiko” (km 3/12), “Nceda Abantu Baphulaphule UThixo” (km 7/12) nelithi “Ngaba Ungathanda Ukushumayela Ngorhatya?” (km 10/12). Cela abaphulaphuli bagqabaze ngendlela ekubancede ngayo ukusebenzisa la macebiso.
Ingoma 117 Nomthandazo