Ucwangciso Lweveki KaJanuwari 19
IVEKI EQALA NGOJANUWARI 19
Ingoma 47 Nomthandazo
ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
cl isahl. 19 ¶1-8 (imiz. 30)
ISikolo SoBulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: ABagwebi 1-4 (8 min.)
Inte. 1: ABagwebi 3:1-11 (imiz. 3 okanye ngaphantsi)
Inte. 2: Unokufunda Njani NgoThixo?—igw iphe. 4 ¶1-4 (imiz. 5)
Inte. 3: UAhitofele—Umxholo: UYehova Uyawaphanzisa Amayelenqe Abangcatshi—w05 5/1 iphe. 15-16 ¶12; si iphe. 62 ¶20-21 (imiz. 5)
Intlanganiso Yenkonzo:
Umxholo Wenyanga: ‘Yiba likhoboka leNkosi ngokona kuthobeka kwengqondo kukhulu.’—IZe. 20:19.
Imiz. 10: Ngaba Uyasisebenzisa iSikhokelo Sokufunda? Ingxubusho esekelwe kule mibuzo ilandelayo: (1) ISikhokelo Sokufunda sinokusinceda njani xa sifunda (a) Abagwebi 16:1-3, (b) uLuka 6:17, (c) namaRoma 15:19? (2) Sinokusinceda njani siwaqonde kakuhle la mabinzana (a) “iomere ne-efa” (Eks 16:32, 36), (b) “italente” (Mat 25:15) kunye nelithi (c) “uAbhibhi” “noNisan” (Dut 16:1)? Qukumbela ngokubakhuthaza bonke ukuba basisebenzise esi sixhobo.
Imiz. 10: Ukuba Likhoboka LeNkosi Kufuna Ukunyamezela Nokuzinikela. Ingxubusho esekelwe kwiNcwadi Yonyaka Ka-2014 iphepha 59, isiqendu 1, ukusa kwiphepha 62, isiqendu 1; nakwiphepha 67, isiqendu 2. Cela abaphulaphuli bagqabaze ngezifundo abazifundileyo.
Imiz. 10: “Qhubeka Usenza Inkqubela Njengomshumayeli.” Imibuzo neempendulo.
Ingoma 20 Nomthandazo