IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb25 Septemba iphe. 4-5
  • Septemba 15-21

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Septemba 15-21
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi WokushuMeyela—Incwadi Yentlanganiso—2025
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi WokushuMeyela—Incwadi Yentlanganiso—2025
mwb25 Septemba iphe. 4-5

SEPTEMBA 15-21

IMIZEKELISO 31

Ingoma 135 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Umama nentombi yakhe bayancokola njengoko behleli esofeni.

1. Funda Kumacebiso Othando Lukamama

(imiz. 10)

Fundisa abantwana bakho indlela uYehova awujonga ngayo umtshato nesondo (IMi 31:​3, 10; w11 2/1 19 ¶7-8)

Fundisa abantwana bakho bajonge utywala ngendlela uYehova abujonga ngayo (IMi 31:​4-6; ijwhf inqaku 4 ¶11-13)

Fundisa abantwana bakho ukunceda abantu ngendlela uYehova enza ngayo (IMi 31:​8, 9; g17.6 9 ¶5)

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • IMi 31:​10-31​—Yintoni eyanceda amaSirayeli akwazi ukukhumbula iZibhalo zesiHebhere? (w92 11/1 11 ¶7-8)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

(imiz. 4) IMi 31:​10-31 (th isifundo 10)

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Qalisa incoko nomntu okwenzele ububele. (lmd isifundo 5 ingongoma 3)

5. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 4) KWINDLU NGENDLU. Thetha ngenye ‘Yenyaniso Esithandayo Ukuzifundisa’ esuka kwi isihlomelo A sencwadana ethi Bathande Abantu. (lmd isifundo 1 ingongoma 4)

6. Ukubuyela

(imiz. 5) KWINDLU NGENDLU Memela umntu oye wamkela IMboniselo No. 1 2025 kwintento ekhethekileyo ezayo. (lmd isifundo 7 ingongoma 4)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 121

7. Nceda Abantwana Bakho Bazisebenzise Kakuhle Izixhobo Ze-Elektroniki

(imiz. 8) Ingxubusho

Wakha wambona umntwana omncinci esebenzisa iiapps ezikwi fowuni okanye itablet yakhe? Kulula kakhulu kubo ukuzisebenzisa! Kunqabile ukuba abantwana badinge uncedo xa befunda ukusebenzisa izixhobo ze-elektroniki, kodwa sekunjalo basoloko bekudinga ukuncedwa ukuze bazisebenzise kakuhle ezi zixhobo. Ukuba ungumzali ungamqeqesha njani umntwana wakho ukuze asisebenzise kakuhle esi sixhobo se-elektroniki?

Umfanekiso we vidiyo ethi “Lisebenzise Kakuhle Ixesha.” UAvela uzipholele elwandle ucofa itablet yakhe, uphoswa kukubona idolphin njengoko idlala ngebhola emanzini.

Dlala IVIDIYO ethi Lisebenzise Kakuhle Ixesha. Uze ubuze le mibuzo:

  • Kutheni kubalulekile ukuzibekela ixesha esilichitha kwizixhobo ze elektronikhi?

  • Ziintoni ezinye izinto esinokuzibekela ixesha lazo?

Xa usenzela iintsapho yakho imithetho sebenzisa imigaqo yeBhayibhile ungenzi izinto ezenziwa ngabanye abazali. (Gal 6:5) Ngokomzekelo, zibuze:

  • Ngaba umntwana wam ndimazi njengomntu okwazi ukuzibamba okanye okwaziyo ukwenza izigqibo ezifanelekileyo xa esebenzisa isixhobo sam okanye esakhe se-elektroniki?​—1Ko 9:25

  • Ngaba ndifanele ndimvumele asisebenzise naxa eyedwa?​—IMi 18:1

  • Zeziphi iiapps neewebhsayithi endizakumvumela umntwana wam ukuba azisebenzise, ibe zeziphi endingazukumvumela ukuba azisebenzise?​—Efe 5:​3-5; Fil 4:​8, 9

  • Lingakanani ixesha endinokumnika lona umntwana wam ukuba asebenzise isixhobo sakhe se-elektroniki ukuze akwazi ukwenza nezinye izinto ezibalulekileyo?​—INt 3:1

8. Iimfuno Zebandla

(imiz. 7)

9. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

(imiz. 30) lfb isifundo 18-19

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 2 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share