IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • nwt iphe. 1618-1619
  • Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yoku-1 KwabaseKorinte

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yoku-1 KwabaseKorinte
  • IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
  • Amanqaku Afanayo
  • Incwadi YeBhayibhile 46—1 Korinte
    “Sonke ISibhalo Siphefumlelwe NguThixo Kwaye Siyingenelo”
  • Ukungatshati—Umnyango Okhokelela Kwinkonzo Engenaziphazamiso
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1996
  • “Zenzeleni Uzuko LukaThixo Izinto Zonke”
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1990
  • Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Eya KwabaseRoma
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
Khangela Okunye
IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
Izinto Ekuthethwa Ngazo Kwincwadi Yoku-1 KwabaseKorinte

1 KORINTE

IZINTO EKUTHETHWA NGAZO

  • 1

    • Imibuliso (1-3)

    • UPawulos ubulela uThixo kuba encede amaKorinte (4-9)

    • Bacelwa ukuba bamanyane (10-17)

    • UKristu, amandla nobulumko bukaThixo (18-25)

    • Ukuqhayisa ngoYehova kuphela (26-31)

  • 2

    • UPawulos ushumayela eKorinte (1-5)

    • Ubukhulu bobulumko bukaThixo (6-10)

    • Umntu okhokelwa ngumoya kaThixo nomntu olandela iminqweno yakhe (11-16)

  • 3

    • AmaKorinte asakhokelwa yiminqweno yehlabathi (1-4)

    • NguThixo okhulisayo (5-9)

      • Ukusebenza noThixo (9)

    • Yakha ngezinto ezingatshiyo (10-15)

    • Niyitempile kaThixo (16, 17)

    • Ubulumko behlabathi bubudenge kuThixo (18-23)

  • 4

    • Amagosa kufuneka athembeke (1-5)

    • Abo basetyenziswa nguThixo bafanele bathobeke (6-13)

      • “Ningagqithi kwizinto ezibhaliweyo” (6)

      • AmaKristu abukelwe ngabantu behlabathi lonke (9)

    • UPawulos ubakhathalele abantwana bakhe elukholweni (14-21)

  • 5

    • Ityala lomntu owaziphatha kakubi ngesondo (1-5)

    • Igwele elincinci liyibilisa yonke intlama (6-8)

    • Umenzi-bubi ufanele asuswe (9-13)

  • 6

    • Amatyala phakathi kwabazalwana (1-8)

    • Abantu abangazukungena eBukumkanini (9-11)

    • Dumisani uThixo ngemizimba yenu (12-20)

      • “Ningaze niziphathe kakubi ngesondo!” (18)

  • 7

    • Amacebiso aya kubantu abangatshatanga nabatshatileyo (1-16)

    • Hlala uyilaa ndlela wawuyiyo xa uThixo wakukhethayo (17-24)

    • Abantu abangatshatanga nabahlolokazi (25-40)

      • Izinto ekunceda ngazo ukungatshati (32-35)

      • ‘Tshata kuphela nomntu ongumlandeli weNkosi’ (39)

  • 8

    • Ukutya okubingelelwe kwizithixo (1-13)

      • Kuthi kukho uThixo omnye (5, 6)

  • 9

    • Umzekelo kaPawulos njengompostile (1-27)

      • “Uze ungayivali umlomo ngesicheme inkunzi yenkomo” (9)

      • ‘Ndisengxakini ukuba andishumayeli’ (16)

      • Ukuba zizinto zonke kumntu wonke (19-23)

      • Ukukwazi ukuzibamba njengoko sikugqatso lobomi (24-27)

  • 10

    • Silumkiswa ngezinto ezenzeka kumaSirayeli (1-13)

    • Silumkiswa ngokukhonza izithixo (14-22)

      • Itafile kaYehova, itafile yeedemon (21)

    • Inkululeko nokucingela abanye (23-33)

      • “Yonke into yenzeleni ukuzukisa uThixo” (31)

  • 11

    • “Ndilinganiseni” (1)

    • Ukuba yintloko nokuthwala entloko (2-16)

    • Ukwenza iSidlo SeNkosi Sangokuhlwa (17-34)

  • 12

    • Iziphiwo zomoya oyingcwele (1-11)

    • Umzimba omnye, amalungu amaninzi (12-31)

  • 13

    • Uthando yeyona nto ibalulekileyo (1-13)

  • 14

    • Iziphiwo zokuprofeta nezokuthetha ngeelwimi (1-25)

    • Iintlanganiso zamaKristu ezinocwangco (26-40)

      • Indlela abaziphatha ngayo abafazi ebandleni (34, 35)

  • 15

    • Ukuvuswa kukaKristu (1-11)

    • Ukholo lusekelwe eluvukweni (12-19)

    • Uvuko lukaKristu luyasiqinisekisa (20-34)

    • Umzimba wenyama, umzimba womoya (35-49)

    • Ukungafi nokungonakali (50-57)

    • Ukuba nento eninzi yokwenza emsebenzini weNkosi (58)

  • 16

    • Kuqokelelwa iminikelo eya kumaKristu aseYerusalem (1-4)

    • Iindawo aceba ukuya kuzo uPawulos (5-9)

    • Kulungiselelwa ukufika kukaTimoti noApolo (10-12)

    • Ukhuthazo nemibuliso (13-24)

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share