2 PETROS
IZINTO EKUTHETHWA NGAZO
1
2
Kuza kubakho abafundisi bobuxoki (1-3)
Abafundisi bobuxoki baza kugwetywa ngokuqinisekileyo (4-10a)
Indlela yokubona abafundisi bobuxoki (10b-22)
3
Abagxeki abayihoyi intshabalalo ezayo (1-7)
UYehova akacothi (8-10)
Cingani ukuba nimele nibe ngabantu abanjani (11-16)
Ningavumi ukulahlekiswa (17, 18)