Iziqulatho
October 8, 2001
Ngaba Sinokulima Ukutya Okwaneleyo?
Ngaphandle kokulinywa kokutya umntu angabhuqwa yindlala. Inzululwazi iye yenza okusemandleni ayo ukuphucula lo vimba wokutya ubalulekileyo. Kodwa ngaba yonakalisile kunokuba ilungise?
3 Ngaba Umntu Uwutshabalalisa Ngokwakhe Uvimba Wokutya?
4 Izinto Ezahlukeneyo—Zibalulekile Ukuze Ubomi Buqhubeke
9 Ngubani Oya Kondla Ihlabathi?
18 Imibhiyozo Ethandwayo—Ngaba Kukuzonwabisa Okungenabungozi?
19 Inyaniso Ngemibhiyozo Ethandwayo
25 Isixeko SaseAfrika Apho IMpuma Idibana NeNtshona
30 Iinkuku—Zixhaphakile Kwaye Zininzi
Ndinokuyeka Njani Ukuxhalaba Ngolu Hlobo? 12
Ukuxhalaba eneneni kunokusohlutha uvuyo. Unokulwa njani nale meko ixinezelayo?
UThixo Unyamezela Ukusa Kuwuphi Umkhamo? 28
Kunokuthiwa uThixo ubunyamezela aphelele phi ububi?
[Inkcazelo Ngemifanekiso ekwiphepha 2]
COVER: Woman in field: Godo-Foto; page 2 background: U.S. Department of Agriculture