Iziqulatho
Juni 2009
Ukuqhomfa—Kutheni Kuyimbambano Enkulu Kangaka?
Buqala nini enyanisweni ubomi bomntu? Funda ngendlela ubugcisa bale mihla kwakunye neBhayibhile ewuphendula ngayo ngendlela emangalisayo lo mbuzo.
6 Isizathu Sokuba Singazange Sikhethe Ukuqhomfa
10 Ngaba Ifanele Ikukhathaze Into Yokuba Ugqatswe Lilanga Ixesha Elide?
12 Ndandiguqulela Ngokufihlakeleyo Iminyaka Engamashumi Amathathu
16 IPlovdiv—Isixeko Sezi Mini Esinemvelaphi Yamandulo
28 Nceda Abantwana Bakho Babuqale Kakuhle Ubomi
30 Ilungelo Lomguli Lokuzikhethela
32 “Hlalani Nilindile!” INdibano YeSithili YamaNgqina KaYehova
Ngaba Ufanele Uboyike Abafileyo? 22
Kutheni abantu abafileyo besoyikwa kangaka kumazwe amaninzi ehlabathi? Yintoni enokunceda abantu abasehlabathini lonke ukuba bayeke ukoyika abafileyo?
Ulutsha OlungamaKatolika Lukhuthazwa Ukuba Lunikele Ubungqina 24
IWorld Youth Day yowama-2008—esona siganeko sasinabantu abaninzi eOstreliya—sabukelwa kumabonwakude ehlabathini lonke ngabantu abamalunga nama-500 ezigidi. Olu suku lwatyhila ntoni ngokholo lolutsha?