Iziqulatho
Septemba 2010
Ubulolo—Unokumelana Njani Nabo?
Ziintoni ezibangela ubulolo? Yintoni onokuyenza ukuze ungazivi ulilolo? Abanye abantu baye bamelane njani nezi mvakalelo zibuhlungu?
3 Ubulolo Kwihlabathi Elihambele Phambili Kwezonxibelelwano
6 Indlela Yokufumana Isicombululo
16 Iiyurt Onokuzifudusa ZakuMbindi Asia
18 Imbewu Encinane Yom-oki Iba Ngumthi Omkhulu
19 “Kusenokwenzeka Ukuba Yingoma Nje”
24 “UKumkani Wehlathi” WakwiNtshona YeIkhweyita
30 Izimvo Zabafundi BakaVukani!
31 Khanikhe Nizikhumbuze Njengentsapho
32 Umahluko Obonwa Ngootitshala
Ndangenela Olona Gqatso Lubalulekileyo Ebomini Bam 12
Omnye weembaleki zaseFinland wafunda ‘ngogqatso lobomi’ oluseBhayibhileni. Funda ngezinto atyhubele kuzo njengoko ezama ukufumana umvuzo.
Imolekyuli Yehemoglobin Edalwe Ngokungummangaliso 26
Yenza igazi libe bomvu. Funda isizathu sokuba singenakuphila ngaphandle kwayo.
[Inkcazelo Ngomfanekiso okwiphepha 2]
Published in Aamulehti 8/21/1979