IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • yp2 iphe. 172-173
  • Abazali Bakho

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Abazali Bakho
  • Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 2
  • Amanqaku Afanayo
  • Ndinokwenza Ntoni Ukuze Ndibazi Kakuhle Abazali Bam?
    Vukani!—2009
  • Ndimele Ndenze Ntoni Xa Abazali Bam Bexambulisana?
    Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 2
  • Ukuhlolisisa Iintswelo Zabazali Bakho
    Vukani!—1994
  • Kutheni Abazali Bam Bengandiqondi?
    Vukani!—2012
Khangela Okunye
Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 2
yp2 iphe. 172-173

Icandelo 6

Abazali Bakho

Abazali banamava. Batyhubela amaxesha anzima okutshintsha emzimbeni nangokweemvakalelo xa babefikisa. Ngoko ngabo abanokukunceda ngeli xesha lokufikisa. Kodwa ngamanye amaxesha kubonakala ngathi ngabo ababangela ingxaki—kunokuba bazise isicombululo. Ngokomzekelo, usenokujamelana nezi ngxaki zilandelayo:

□ Abazali bam basoloko bendigxeka.

□ Utata nomama bangamakhoboka eziyobisi okanye utywala.

□ Abazali bam basoloko bexambulisana.

□ Abazali bam bahlukene.

Isahluko 21-25 siza kukunceda kwezi ngxaki nakwezinye.

[Umfanekiso ozalise iphepha, kwiphepha 172, 173]

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share