IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • yp2 iphe. 33
  • Umzekelo Wokuxeliswa—UmShulamikazi

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Umzekelo Wokuxeliswa—UmShulamikazi
  • Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 2
  • Amanqaku Afanayo
  • UmShulamikazi​—⁠Umzekelo Omhle Wokuxeliswa
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
  • Intsalela EngumShulamikazi
    Mvumeleni Iindumiso UYehova—Iculo Elincinane
  • Incwadi YeBhayibhile 22—INgoma yazo iiNgoma
    “Sonke ISibhalo Siphefumlelwe NguThixo Kwaye Siyingenelo”
  • Uthando Lokwenyaniso Luyoyisa!
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1987
Khangela Okunye
Imibuzo Yabantu Abaselula—Iimpendulo Eziluncedo, Umqulu 2
yp2 iphe. 33

Umzekelo Wokuxeliswa—UmShulamikazi

UmShulamikazi oselula uyazi ukuba kufuneka angamfanyekiswa luthando. Uthi kubahlobo bakhe: “Ndiyanifungisa, . . . ukuba ningazami ukuluvusa okanye niluvuluselele uthando lwam lude luzivukele ngokwalo.” Lo mShulamikazi uyazi ukuba iimvakalelo zinokummfamekisa umntu. Ngokomzekelo, uyazi ukuba abanye banokumenza athandane nomntu ongamfanelanga. Nkqu neemvakalelo zakhe zinokumbangela angenzi sigqibo sifanelekileyo. Ngoko ke, lo mShulamikazi uhlala ‘eludonga.’—INgoma yazo iiNgoma 8:4, 10.

Ngaba ubonakalisa ukukhula kwimibanandela yothando njengomShulamikazi? Ngaba unokusebenzisa ingqondo kunokulandela intliziyo? (IMizekeliso 2:10, 11) Ngamanye amaxesha abanye basenokukuphembelela ukuba uthandane ungekakulungeli. Nawe unokuzifaka kule meko. Ngokomzekelo, xa ubona inkwenkwe nentombazana bebambene ngezandla, ngaba uye unqwenele ukuthandana? Ngaba unokukhetha umntu oneenkolelo ezingafaniyo nezakho? UmShulamikazi wabonakalisa ukuqola ngokwenza isigqibo esifanelekileyo. Nawe unokwenza okufanayo!

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share