UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | INGOMA YAZO IINGOMA 1-8
UmShulamikazi—Umzekelo Omhle Wokuxeliswa
Yintoni eyamenza wangumzekelo obalaseleyo kubakhonzi bakaYehova?
Walinda de wafumana umntu amthandayo
Akazange avumele abanye bamenze athandane naye wonk’ umntu ovelayo
Wayethobekile kwaye enyulu
Wayengenakuvumela uthando lwakhe luthengwe ngegolide okanye ngezincomo zothando
Zibuze:
‘Luluphi olona phawu lomShulamikazi endinokuluxelisa?’