IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb19 Aprili iphe. 2
  • isipho-sokungatshati

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • isipho-sokungatshati
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2019
  • Amanqaku Afanayo
  • Lisebenzise Kakuhle Ixesha Onalo Njengomntu Ongatshatanga
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2011
  • ‘Kuvulele Ithuba’
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2003
  • Xa Ukungatshati Kusisiphiwo
    Vukani!—1995
  • Ukungatshati Kuyindlela Yobomi Enomvuzo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1987
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2019
mwb19 Aprili iphe. 2

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | 1 KORINTE 7–9

Isipho Sokungatshati

7:32, 35, 38

AmaKristu amaninzi aye afumanisa ukuba ukungatshati kuye kwawanika ithuba lokushumayela kakhulu, athanda abazalwana kakhulu aza asondelelana noYehova.

Abazalwana abathathu abangatshatanga bayokushumayela eOstreliya ngo-1937; Udade osuka eGiliyadi ufika kwisabelo sakhe esitsha eMexico ngo-1947

Bayokushumayela eOstreliya ngo-1937; Udade osuka eGiliyadi ufika kwisabelo sakhe esitsha eMexico ngo-1947

Umzalwana ongatshatanga ushumayela eBrazil; abafundi abangatshatanga bakwiSikolo Sabavangeli BoBukumkani eMalawi

Ushumayela eBrazil; bakwiSikolo Sabavangeli BoBukumkani eMalawi

KHAWUCINGE NGALE NTO: Ukuba awutshatanga, ungayisebenzisa njani loo nto ukuze umenzele izinto ezininzi uYehova?

Ibandla lingabakhuthaza lize libancede njani abantu abangatshatanga?

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share