10 Kwaye masithabathe amadoda alishumi kwalikhulu kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli, nalikhulu kwaliwaka, naliwaka kwalishumi lamawaka, ukuze afunele abantu umphako, ukuze bathabathe inyathelo baye kuhlasela iGibheya yakwaBhenjamin, ngabo bonke ubudenge obulihlazo+ ababenzileyo kwaSirayeli.”