INdumiso 77:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Abantu bakho ubakhokele njengomhlambi,+Ngesandla sikaMoses noAron.+ Isaya 40:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Njengomalusi iya kuwalusa umhlambi wayo.+ Ngengalo yayo iya kuqokelela ndawonye amatakane;+ iya kuwathwala ngesifuba sayo.+ Ezo zanyisayo iya kuzikhaphela ngenyameko.+ Yeremiya 31:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Liveni ilizwi likaYehova, nina zintlanga, nize nilixele phakathi kweziqithi ezikude,+ nithi: “Lowo uchithachitha uSirayeli uya kumqokelela ndawonye,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kumgcina njengomalusi egcina umhlambi wakhe.+ Hezekile 34:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngokwenyameko yalowo wondla umhlambi wakhe+ ngemini yokuba ephakathi kwezimvu zakhe ebezisasazeke ngokubanzi,+ leyo yindlela endiya kuzinyamekela ngayo izimvu zam; yaye ndiya kuzihlangula kuzo zonke iindawo ebezichithachitheke zaya kuyo ngemini yamafu nesithokothoko.+ 1 Petros 2:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kuba naninjengezimvu ezibhadulayo;+ kodwa ngoku nibuyele kumalusi+ nomveleli wemiphefumlo yenu.
11 Njengomalusi iya kuwalusa umhlambi wayo.+ Ngengalo yayo iya kuqokelela ndawonye amatakane;+ iya kuwathwala ngesifuba sayo.+ Ezo zanyisayo iya kuzikhaphela ngenyameko.+
10 Liveni ilizwi likaYehova, nina zintlanga, nize nilixele phakathi kweziqithi ezikude,+ nithi: “Lowo uchithachitha uSirayeli uya kumqokelela ndawonye,+ yaye ngokuqinisekileyo uya kumgcina njengomalusi egcina umhlambi wakhe.+
12 Ngokwenyameko yalowo wondla umhlambi wakhe+ ngemini yokuba ephakathi kwezimvu zakhe ebezisasazeke ngokubanzi,+ leyo yindlela endiya kuzinyamekela ngayo izimvu zam; yaye ndiya kuzihlangula kuzo zonke iindawo ebezichithachitheke zaya kuyo ngemini yamafu nesithokothoko.+