Eksodus 25:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Iikherubhi ezo maziwolulele phezulu amaphiko azo, zisikhusele ngamaphiko azo isigubungelo, ubuso bazo bukhangelane.+ Bujonge esigubungelweni ubuso beekherubhi ezo. 1 Samuweli 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko abantu bathumela eShilo baza bayithwala beyisusa apho ityeya yomnqophiso kaYehova wemikhosi, ohlala phezu kweekherubhi.+ Yaye oonyana ababini bakaEli babelapho kunye netyeya yomnqophiso kaTHIXO oyinyaniso, oko kukuthi, uHofeni noFinehasi.+ 2 Samuweli 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wandula ke uDavide nabo bonke abantu ababenaye besuka baza baya eBhahale-yuda+ ukuze bayinyuse beyisusa apho ityeya+ kaTHIXO oyinyaniso, apho libizwa khona igama, igama+ likaYehova wemikhosi,+ ohleli phezu kweekherubhi.+ 2 Kumkani 19:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UHezekiya wathandaza+ phambi koYehova esithi: “Owu Yehova THIXO kaSirayeli,+ ohleli phezu kweekherubhi,+ nguwe wedwa onguTHIXO oyinyaniso kuzo zonke izikumkani+ zomhlaba.+ Nguwe owenza amazulu+ nomhlaba.+ INdumiso 99:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 99 UYehova uthe waba ngukumkani.+ Maziphazamiseke izizwana.+Uhleli ezikherubhini.+ Mawugubhe umhlaba.+
20 Iikherubhi ezo maziwolulele phezulu amaphiko azo, zisikhusele ngamaphiko azo isigubungelo, ubuso bazo bukhangelane.+ Bujonge esigubungelweni ubuso beekherubhi ezo.
4 Ngoko abantu bathumela eShilo baza bayithwala beyisusa apho ityeya yomnqophiso kaYehova wemikhosi, ohlala phezu kweekherubhi.+ Yaye oonyana ababini bakaEli babelapho kunye netyeya yomnqophiso kaTHIXO oyinyaniso, oko kukuthi, uHofeni noFinehasi.+
2 Wandula ke uDavide nabo bonke abantu ababenaye besuka baza baya eBhahale-yuda+ ukuze bayinyuse beyisusa apho ityeya+ kaTHIXO oyinyaniso, apho libizwa khona igama, igama+ likaYehova wemikhosi,+ ohleli phezu kweekherubhi.+
15 UHezekiya wathandaza+ phambi koYehova esithi: “Owu Yehova THIXO kaSirayeli,+ ohleli phezu kweekherubhi,+ nguwe wedwa onguTHIXO oyinyaniso kuzo zonke izikumkani+ zomhlaba.+ Nguwe owenza amazulu+ nomhlaba.+
99 UYehova uthe waba ngukumkani.+ Maziphazamiseke izizwana.+Uhleli ezikherubhini.+ Mawugubhe umhlaba.+