IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 16:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Wothi ke asibeke isiqhumiso phezu komlilo phambi koYehova,+ ukuze ilifu lesiqhumiso lisisibekele isigubungelo seTyeya,+ esiphezu kweSingqino,+ ukuze angafi.

  • Numeri 16:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 yaba sisikhumbuzo eso koonyana bakaSirayeli, ukuze kungasondeli mntu wasemzini+ ungengowenzala ka-Aron ukuba aqhumisele ngesiqhumiso phambi koYehova,+ ukuze kungabikho bani wehlelwa sesikaKora nendibano yakhe,+ kanye njengoko uYehova wathethayo kuye ngoMoses.

  • 1 Samuweli 2:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Kwaye kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli ndazinyulela yena,+ ukuba asebenze njengombingeleli aze anyuke esibingelelweni sam+ ukuze enze umsi wombingelelo ube ngumqulu onyukayo, athwale iefodi phambi kwam, ukuze ndinike indlu kakhokho wakho yonke iminikelo yasemlilweni yoonyana bakaSirayeli.+

  • 1 Kronike 23:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Oonyana baka-Amram yayinguAron+ noMoses.+ Kodwa uAron wahlulelwa+ ukuba angcwalise eYona Ngcwele,+ yena noonyana bakhe ukusa kwixesha elingenammiselo, ukuqhumisa umbingelelo+ phambi koYehova, ukuba balungiselele kuye,+ bavakalise intsikelelo+ egameni lakhe ukusa kwixesha elingenammiselo.

  • Luka 1:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 ngokoqheliselo lwesithethe lwesikhundla sobubingeleli yaba lithuba lakhe ukuba anikele isiqhumiso+ akungena engcweleni kaYehova;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share