Numeri 16:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ke kaloku uKora+ unyana kaItsare,+ unyana kaKohati,+ unyana kaLevi,+ wathabatha uDatan+ noAbhiram+ oonyana bakaEliyabhi,+ no-Oni unyana kaPelethe, oonyana bakaRubhen.+ Numeri 16:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Umhlaba wawuvula umlomo wawo, wabaginya bona nezindlu zabo nabantu bonke bakaKora nempahla yabo yonke.+ Numeri 26:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko ke umhlaba wawuvula umlomo wawo waza wabaginya.+ UKora yena, wafa ekufeni kwendibano ngethuba umlilo wadla amadoda angamakhulu amabini anamashumi mahlanu.+ Yaye aba ngumfuziselo.+
16 Ke kaloku uKora+ unyana kaItsare,+ unyana kaKohati,+ unyana kaLevi,+ wathabatha uDatan+ noAbhiram+ oonyana bakaEliyabhi,+ no-Oni unyana kaPelethe, oonyana bakaRubhen.+
32 Umhlaba wawuvula umlomo wawo, wabaginya bona nezindlu zabo nabantu bonke bakaKora nempahla yabo yonke.+
10 Ngoko ke umhlaba wawuvula umlomo wawo waza wabaginya.+ UKora yena, wafa ekufeni kwendibano ngethuba umlilo wadla amadoda angamakhulu amabini anamashumi mahlanu.+ Yaye aba ngumfuziselo.+