Eksodus 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wathi uMoses kuYehova: “Ndiyangxengxeza, Yehova, kuba umkhonzi wakho lo akazange waba liciko, ukususela ekuthetheni kwakho nam, nangezolo, nangaphambi koko, kuba ndiyacotha ngomlomo, ndikwacotha nangolwimi.”+ Eksodus 6:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Noko ke, uMoses wathetha phambi koYehova, wathi: “Khangela! Oonyana bakaSirayeli abandiphulaphulanga;+ uya kundiphulaphula njani ke yena uFaro,+ ndingomilebe ingalukanga nje?”+
10 Wathi uMoses kuYehova: “Ndiyangxengxeza, Yehova, kuba umkhonzi wakho lo akazange waba liciko, ukususela ekuthetheni kwakho nam, nangezolo, nangaphambi koko, kuba ndiyacotha ngomlomo, ndikwacotha nangolwimi.”+
12 Noko ke, uMoses wathetha phambi koYehova, wathi: “Khangela! Oonyana bakaSirayeli abandiphulaphulanga;+ uya kundiphulaphula njani ke yena uFaro,+ ndingomilebe ingalukanga nje?”+