Eksodus 7:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Noko ke, benjenjalo nababingeleli abaqhelisela umlingo baseYiputa ngobugqi babo;+ kangangokuba yaqhubeka ilukhuni intliziyo kaFaro,+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova.+ Eksodus 8:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Bazama ukwenza okufanayo nababingeleli abaqhelisela umlingo ngobugqi babo,+ ukuze bavelise iimbuzane, kodwa abazange bakwazi.+ Kwaba ziimbuzane nje ebantwini nakwizilo. Eksodus 9:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye ababingeleli abaqhelisela umlingo abakwazanga ukuma phambi koMoses ngenxa yamathumba, kuba kwaphuma amathumba kubabingeleli abaqhelisela umlingo nakumaYiputa onke.+ IZenzo 8:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ke kaloku kweso sixeko kwakukho ndoda ithile igama linguSimon, leyo, phambi koku, yayiqhelisela ubugcisa bomlingo+ yaye ilutsho luthi manga uhlanga lwaseSamariya, isithi yona ngokwayo yayinguthile omkhulu.+ 2 Tesalonika 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Sekude kubekho umchasi-mthetho nje kungenxa yemisebenzi+ yamandla kaSathana nemiqondiso yobuxoki nemihlola+
22 Noko ke, benjenjalo nababingeleli abaqhelisela umlingo baseYiputa ngobugqi babo;+ kangangokuba yaqhubeka ilukhuni intliziyo kaFaro,+ akabaphulaphula, kanye njengoko wayethethile uYehova.+
18 Bazama ukwenza okufanayo nababingeleli abaqhelisela umlingo ngobugqi babo,+ ukuze bavelise iimbuzane, kodwa abazange bakwazi.+ Kwaba ziimbuzane nje ebantwini nakwizilo.
11 Yaye ababingeleli abaqhelisela umlingo abakwazanga ukuma phambi koMoses ngenxa yamathumba, kuba kwaphuma amathumba kubabingeleli abaqhelisela umlingo nakumaYiputa onke.+
9 Ke kaloku kweso sixeko kwakukho ndoda ithile igama linguSimon, leyo, phambi koku, yayiqhelisela ubugcisa bomlingo+ yaye ilutsho luthi manga uhlanga lwaseSamariya, isithi yona ngokwayo yayinguthile omkhulu.+
9 Sekude kubekho umchasi-mthetho nje kungenxa yemisebenzi+ yamandla kaSathana nemiqondiso yobuxoki nemihlola+