IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 7:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Noko ke, naye uFaro wabiza izilumko nabakhafuli;+ benjenjalo nababingeleli abaqhelisela umlingo baseYiputa, ngobugcisa babo bomlingo.+

  • Eksodus 8:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Bazama ukwenza okufanayo nababingeleli abaqhelisela umlingo ngobugqi babo,+ ukuze bavelise iimbuzane, kodwa abazange bakwazi.+ Kwaba ziimbuzane nje ebantwini nakwizilo.

  • 2 Timoti 3:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kanye njengokuba uYanes noYambresi+ bamchasayo uMoses, nabo aba bayaqhubeka beyichasa inyaniso,+ kuba bonakele ngokupheleleyo engqondweni,+ nokholo lwabo luphuthile.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share