Eksodus 7:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Noko ke, naye uFaro wabiza izilumko nabakhafuli;+ benjenjalo nababingeleli abaqhelisela umlingo baseYiputa, ngobugcisa babo bomlingo.+ Eksodus 9:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye ababingeleli abaqhelisela umlingo abakwazanga ukuma phambi koMoses ngenxa yamathumba, kuba kwaphuma amathumba kubabingeleli abaqhelisela umlingo nakumaYiputa onke.+ Daniyeli 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Nangayo yonke imibandela yobulumko nokuqonda+ awababuza yona ukumkani, wafumanisa ukuba babebodlula izihlandlo ezilishumi bonke ababingeleli abaqhelisela imilingo+ nabanobugqi+ ababekuwo wonke ummandla wakhe wasebukhosini. 2 Timoti 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kanye njengokuba uYanes noYambresi+ bamchasayo uMoses, nabo aba bayaqhubeka beyichasa inyaniso,+ kuba bonakele ngokupheleleyo engqondweni,+ nokholo lwabo luphuthile.+
11 Noko ke, naye uFaro wabiza izilumko nabakhafuli;+ benjenjalo nababingeleli abaqhelisela umlingo baseYiputa, ngobugcisa babo bomlingo.+
11 Yaye ababingeleli abaqhelisela umlingo abakwazanga ukuma phambi koMoses ngenxa yamathumba, kuba kwaphuma amathumba kubabingeleli abaqhelisela umlingo nakumaYiputa onke.+
20 Nangayo yonke imibandela yobulumko nokuqonda+ awababuza yona ukumkani, wafumanisa ukuba babebodlula izihlandlo ezilishumi bonke ababingeleli abaqhelisela imilingo+ nabanobugqi+ ababekuwo wonke ummandla wakhe wasebukhosini.
8 Kanye njengokuba uYanes noYambresi+ bamchasayo uMoses, nabo aba bayaqhubeka beyichasa inyaniso,+ kuba bonakele ngokupheleleyo engqondweni,+ nokholo lwabo luphuthile.+